Mazizi Vuyelwa Sintwa

vuvu

 

Most Active Moderator on Facebook wrote:”Before and After reboot 2015 pics and 2016 and 2017 after reboot…. Ndiyila Girl ke bethuna zeyihlutshwa sisifuba ndide ndinenqawe, phofu ndiyile girl ugqirha emya qho every season. Kuba xa season iqala iphela kuqala enye… this time again 2015 ndandine pain emqolo, kangangoba ndandise ndithe opt for an operation but was scared.. It was hard ukuhlala, when I’m driving funeka ndifake pillow at the back, ndibe bukekela apha emotweni, xa ndifake safety belt ndivaleke mba isifuba… heater umoto yayingalayitwa ngoba Sinus itsho njalo… Ndandine ndidi ze nasal sprays… Ndingena ebank ndifake scarf and jacket ngoba ndakuphuma ndigula yi air-conditioner, My friends zinga understand uba why ndinje but ke akho ngxaki… One friend of mine Fezeka Mgxotwa told me to join here, last year March 2016, I joined ndafunda files as umthetho usitsho… Not about weight loss only, this group ikwayimpilo.. Hardly took 1 month ndi rebooter boom ndanxiba 36/34… ndisuka 40/42… these days I don’t check how much I weigh because scales are not reliable, ebalulekileyo kungena shop fit into… Ndandingazinxibi izinto zo legit no Mrp, etc, ngoku ndenza amahololo… Andinavalo le dress or jean… Lempilo ndiyfakile ekhaya noba ke u mama utya imiqa yakhe I make sure usebenzisa pink salt and coconut oil… Ekuseni qho uvuka asele glass yamanzi anecephe le Applecider, Swekile yakhe ranges from 5,6,7… ayonyuki ayehli… Bekhe wanesfuba I tried le Applecider.. Ngoku bendisekhaya not long ago, ndalala with her, akarhoni akanasfuba sitswinayo… una 77 and still Fresh… Exercise yakhe yi Gadi…. She likes John 14(Cabbage) kakhulu.. akayfuni enye ngaphandle Kwayo nethanga, … Faka lempilo nawe ekhaya…

Thank you Vuvu wethu for your time and energy into the group! We love you always and excited because you are not only writing your story but helping other to write their own stories everyday.. Love TeamA




There are no comments

Add yours