Masinqobe!

1. So utye kakuhle kusasa and uphethe umphako for lunch because unePlan. Mamela ke ungajiki uyitya loLunch cos u planned to. U did not plan on anything else ne not even iglass yecoke oyinikwa yicolleague or biscuit or lunch outside so pls sukumosha your plans. Stick to it

2. So sowumoshile this morning watya kula Red list idikayo. Ubusy ngok awuyazi laswekile nebisi zingene njani kwi kofu yakho? Lol.
ILUNCH yakho ke mayithethe esinye I story back to clean eating already not ngomso! But kwi next mean. Subasayenza worse…Qhuba!

And congratulate yourself kwi Small achievement. Sizowinner sooooonke! Uyifuna kangakanani lento?CLoser

#yibanePlan #jikaleft #jikaright #sayNothanks




There are no comments

Add yours