Faith Ka-Ntabeni akayonqeni ke igym!

ba

Meet our Fitness Motivator and uModerator wethu ongayifuniyo into embi!

Uyakhathala ke akhathazeke zizibhoxi ezingekho kule sikuyo. UyilaGym freak sele usonqena athi gqi ngeGym pics zakhe ebileeeeeeeeeeeeeeeee uqonde yhooo mandiphakame!

 

From our Fitness motivator and Moderator:

‘Yhaaz yasinceda le lifestyle. Ndithi mtaka bawo uba ne confidence engapha koqonda. Uyaziva marn naxa unyathela uba ja neh.

Senditshuba mna team ndide ndibe nendawo ezi bhampayo mva nje yile fitness wethu khonto ibitheni’

Enkosi Faith wethu! Much love




There are no comments

Add yours